Proverbs 14:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Omdelayo ummelwane wake, uyona; kodwa owenza ngofefe kumahlwempu, hai itamsanqa lake!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Omdelayo ummelwane wakhe uyona; Obabala abaziintsizana, hayi, uyolo lwakhe!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Omgxekayo ummelwane wakhe uyona; Obabala abaziintsizana, uyolo lwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu omdelelayo ummelwane wakhe uyona, kambe ke olenzela ububele ihlwempu, hayi inyhweba yakhe!