Proverbs 14:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko ukwanda ngako konke ukusebenza; kodwa ukuteta kwomlomo kubang’ ukuswela kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubulalekeni konke kubakho ungeniselo; Ke ukuthetha komlomo kubanga ukuswela kodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuwo wonke umsebenzi kukho ingeniso, kodwa ukuthetha ngomlomo kungaphumeleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekubulalekeni kukusebenza kukho umvuzo; ke yena olibala kukuncokola wambathwa bubuhlwempu kuphela.