Proverbs 14:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokwoyika uyehova kuko itemba elinamandla; nakulo usapo lwake kwobako indawo yokupepela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekoyikeni uYehova kukho inkoloseko eliqele, Abantwana bakhe baba nendawo yokuzimela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekoyikeni uYehova kukho ithemba eliqinileyo, nabantwana bakhe baya kuba nendawo yokusabela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu omhlonelayo uNdikhoyo unenqaba eluqilima; nabantwana bakhe bazimela kuyo.