Proverbs 14:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubulungisa buyapakamisa isizwe; kodwa isono silihlazo labantu bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubulungisa buyaluphakamisa uhlanga; Isono lihlazo lezizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubulungisa buyaphakamisa uhlanga; Ke sona isono lihlazo kuhlanga lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubulungisa buyasiphakamisa isizwe; ke sona isono lihlazo nakwesiphi na isizwe.