Proverbs 14:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Suka ebusweni bomntu osidenge, ngokuba ungaboni kuye umlomo wokwazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Suka ebusweni bendoda esisinyabi; Akuyi kuza wafumana mlomo wokwazi kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Suka ebusweni begeza; Ukuba akuwubonanga umlomo wokwazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musa ukutshomana nomntu osisiyatha, kuba awuyi kuzuza nto ibhadlileyo emlonyeni wakhe.