Proverbs 15:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ihilihili liyadela imfundiso kayise; kodwa ogqalayo ukwohlwaywa uyenza ngokutelekelela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isimathane sigiba uqeqesho lukayise; Osigcinileyo isohlwayo uba nobuqili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isimathane sigiba uqeqesho lukayise; Osigcinileyo isohlwayo sisilumko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ongaqiqiyo akayikhathalele imfundiso kayise; kambe ke yena ozamkelayo iziluleko unengqondo.