Proverbs 16:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo usebenzayo uyazisebenzela yena; ngokuba umlomo wake umqu̔ba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukulamba komxelengi kuyamxelengela, Ngokuba umlomo wakhe uyamqhuba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ubulalekayo uzenza buthathaka; ngokuba umlomo wakhe uyamcebisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlala imenza umntu ukuba asebenze; ewe, iphango limtyhalela ekuxelengeni.