Proverbs 16:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iqashiso liposelwa esifubeni; kodwa kuvela kuyehova konke ukwaba kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu uphosa iqashiso esondweni lengubo, Ke ukugqitywa kwalo konke kunoYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuphosa iqashiso emkhombeni; kodwa sonke isimo sawo sivela kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu basenokulenza *iqashiso, kanti ke ngumnwe kaNdikhoyo ofezekisayo.