Proverbs 17:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okohlakeleyo uyatabata ibaso esifubeni, ukuba atyekise indlela zobugwebo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ongendawo wamkela isicengo esivela esondweni lengubo, Ukuze agqwethe indlela esesikweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ongendawo uthabatha isicengo emkhombeni, Ukuze ayijike indlela yesiko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu okhohlakeleyo uyanyotywa ngasese, usuke ke wona umthetho ugqwetheke.