Proverbs 17:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ibaso lilitye elihle emehlweni omninilo; liya kutamsanqeleka apo lisukuba libeka kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sililitye elinqabileyo emehlweni omninilo isicengo, Apho asukuba ebheka khona, wenza ngengqiqo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sililitye elinqabileyo emehlweni alowo unalo isipho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukunyoba kufana nomlingo kulowo ukwenzayo; uba kuza kumphumelelisa naphi na apho aya khona.