Proverbs 18:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umoya womntu ungaxasa ubulwelwe bake; kodwa umoya okedamileyo ngubanina ongawunyamezelayo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umoya wendoda uyasinyamezela isifo sayo; Ke umoya odakumbileyo, ngubani na ongawuthwalayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umphefumlo womntu uya kusigcina isifo sakhe; Umoya owaphukileyo ngubani na ongawunyamezelayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umoya onganikezeliyo wenza ukuba umntu amelane nokufa. Ke wona umxhelo xa uwile ngubani ongawuvuselelayo?