Proverbs 19:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yohlwaya unyana wako, nxa kuseko itemba; kodwa ungapakamiseli umpefumlo wako ukumbulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mqeqeshe unyana wakho, xa kusekho ithemba; Kodwa ungangxameli kumbulala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mqeqeshe unyana wakho, xa kusekho ithemba, Ungawucongi umphefumlo wakho ngenxa yokukhala kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mqeqeshe unyana wakho, kuba oko kunika ithemba, kodwa ke ungagabadeli ude umbulale.