Proverbs 19:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ivila liyafihla isandla salo esityeni; aliyi kusibuyisela kwa semlonyeni walo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ivila lisifake isandla salo esityeni, Alibi sasibuyisela emlonyeni walo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukubola kusifaka isandla sakhe esifubeni sakhe, kungasibuyiseli emlonyeni wayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ivila liyakha esityeni, kodwa lingabi nako ukusa emlonyeni.