Proverbs 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okuya ubulumko buya kungena entliziyweni yako, nokwazi kuya kuba mnandi empefumlweni wako;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ubulumko buya kungena entliziyweni yakho, Ukwazi kwenze mnandi umphefumlo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubulumko buya kungena entliziyweni yakho, ukwazi yikholise umphefumlo wakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ubulumko buya kuhlala entliziyweni yakho, umphefumlo wakho uchwayite lulwazi.