Proverbs 2:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba indlu yake itshonela ekufeni, nendlela zake kubafileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba utshona ekufeni nendlu yakhe, Nemikhondo yakhe itshonela kwabangasekhoyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba indlu yakhe isingise ekufeni, Neendlela zakhe zisingise ekufeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku indlela eya emzini wakhe iya ekufeni, nabo bonke ke abahamba ngayo basinga kwelabafileyo.