Proverbs 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abangenayo kuye abayi kubuya; abayi kufumana indlela zobomi kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abangenayo kuye ababuyi, Abafiki kumendo wobomi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukho namnye oya kuye angabuyi, kwaye akayi kuzibamba iindlela zobomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, kuloo mzi wakhe akuyi lubuyayo; uthi umntu angangena khona angaze aphinde ayifumane indlela yobomi.