Proverbs 2:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abakohlakeleyo baya kunqanyulwa emhlabeni, nabenzayo ngobuxoki baya kudonyulwa kuwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banqunyulwe ezweni abangendawo, Abanginizayo bancothulwe kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bona abangendawo baya kunqunyulwa emhlabeni, nabangendawo banqunyulwe kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu abakhohlakeleyo baya kunqanyulwa elizweni; abo bangamatshijolo baya kuncothulwa kulo.