Proverbs 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwandul’ ukuqonda ubulungisa, nobugwebo, nolungelelwano, — yonke imikwa elungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kwandula uqonde ubulungisa, Nesiko, nokuthe tye, nayo yonke imikhondo yokulungileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Apho uya kukuqonda okusesikweni, nesiko, nesidima; ewe, nayiphi na indlela ilungile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uyandiphulaphula uya kuba nako ukubuqonda ubulungisa, ukwazi okufanelekileyo nokulungileyo. Ewe, uya kutsho uyazi yonke indlela ethe ngqo.