Proverbs 20:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
IVEYINE ingumgxeki, noselo olunamandla luyadlongoza; nosukuba eyoba ngalo akalumkile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingumgxeki iwayini, singumxokozeli isiselo esinxilisayo;Bonke abayotywe yiyo abalumkile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ingumgxeki iwayini, singxola isiselo esinxilisayo; kwaye nabani na olahlekiswa yiyo akalumkanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iwayini ngumgxeki; utywala yingxolo; umntu ohexiswa bubo akanabo ubulumko.