Proverbs 20:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isonka senkohliso simnandi emntwini; kodwa kamva umlomo wake wozaliswa luhlalutye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sinencasa endodeni isonka sobuxoki; Ke emveni koko umlomo wayo uzala luhlalu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sinencasa emntwini isonka sobuxoki; kodwa kamva, umlomo wakhe uya kuzaliswa luhlalutye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukutya okufunyenwe ngobuqhetseba kuhla kamnandi, kanti ke kamva kusuka kulumeze okomlomo ozele yintlabathi.