Proverbs 20:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imfuyo ingazuzwa msinya ekuqaleni; kanti ukupela kwayo akuyi kutanyusanqelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilifa elizuzwe buphuthuphuthu ekuqaleni, Ukuphela kwalo akunantsikelelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilifa linokufunyanwa ngokukhawuleza ekuqalekeni; kodwa ukuphela kwayo akuyi kusikelelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ilifa lisenokuzuzwa buphuthu-phuthu ekuqaleni, kodwa ekugqibeleni alingekhe likuzisele amathamsanqa.