Proverbs 20:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuyeka ipike bubungewalisa emntwini; kodwa onke amahilihili oba shushu kulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuluzuko endodeni ukuhlalela kude nengxabano; Ke zona izimathane zonke ziyavungama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuluzuko endodeni ukupheza ingxabano; Ke sona isinyabi siyayinqanda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu onesidima uyasicezela isiphithi-phithi; kanti ke sona isiyatha siyathanda ukuphemba uqhushululu.