Proverbs 20:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantu abaninzi boshumayela abanye ngabanye obabo ububele; kodwa umntu onyanisekileyo, ngubanina ongamfumanayo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uninzi lwesintu luyayihlangabeza indoda enenceba kulo; Ke yona indoda enyanisileyo, ngubani na ongayifumanayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu abaninzi baya kuvakalisa ukulunga kwakhe, kodwa ngubani na onokufumana indoda ethembekileyo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baninzi abantu abazincoma ukunyaniseka; kodwa ke ungamzuza phi umntu othembekileyo?