Proverbs 20:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olungileyo uyahamba ngenene yake; banetamsanqa ke abantwana bake emva kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ohamba ngengqibelelo yakhe elilungisa, Hayi, uyolo loonyana bakhe emva kwakhe!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilungisa lihamba ngobulungisa balo; mabasikeleleke abantwana bakhe emva kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu olilunga uphila ubomi obungenabala; bayathamsanqeleka abantwana bakhe abamlandelayo.