Proverbs 21:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oti vingci indlebe yake ekukaleni kwehlwempu, kwa yena uya kubiza, angaviwa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ovingca iindlebe zakhe ekukhaleni kwesisweli, Naye uya kubiza, angaviwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ovingca iindlebe zakhe ekukhaleni kwesisweli, Naye uya kubiza, angaviwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ongaphulaphuliyo xa amahlwempu ezibika naye akayi kuhoywa xa esengxakini.