Proverbs 21:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inqi̔na lobuxoki loti tshabalala; kodwa umntu ovayo, uya kuteta kadeshe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingqina elinamanga liyatshabalala; Ke yona indoda evayo ithetha kuphele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ingqina elixokayo liyatshabalala; Ke yena ovayo usoloko ethetha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingqina elixokayo liyabhanga; kanti ke lona ilizwi lomntu onyanisekileyo lihlala lihleli.