Proverbs 21:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umntu okohlakeleyo uyabomeleza ubuso bake; kodwa olungisayo, yena woqinisa indlela yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda engendawo iyingwanyalala ubuso; Ngothe tye oyiqondayo indlela yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda engendawo iyingwanyalala ubuso, Ke lona ilungisa liyayilungisa indlela yalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu okhohlakeleyo unobuganga bokuzicingela ukuba uyayazi into ayenzayo, onyanisekileyo uyayicingisisa ihambo yakhe.