Proverbs 21:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukupakama kwamehlo, nokukukumala kwentliziyo, n okukanya kwabakohlakeleyo, kusisono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuqwayinga kwamehlo, nokugungubala kwentliziyo, Kwanokukhubela kwabangendawo, kusisono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amehlo aqwayingayo, nokuqwayinga kwentliziyo, Kwanekhuba labangendawo, sisono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amehlo azigwagwisayo nentliziyo ezidlayo, nditsho isibane sezikhohlakali, sisono.