Proverbs 21:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amaqinga okuteleyo ayayelela ekwandeni kodwa; kanti awabo bonke abanxamileyo, ekusweleni kodwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iingcinga zabakhutheleyo zisingisa elungeniselweni lodwa;Konke ukungxama kusingisa entswelweni yodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iingcinga zamatshijolo ziba bubutyebi bodwa; ke bonke abangxamayo bayaswela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amacebo omntu okhutheleyo amnika indyebo, kodwa ke yena umntu otyhuthuzayo uzibizela ubuhlwempu.