Proverbs 22:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuyinto emnandi, nxa uwagcina embilini wako; nxa aya kulungiselelwa kunye emlonyeni wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kumnandi, xa uthe wawagcina embilinini; Makeme onke ephelele emlonyeni wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba kumnandi, xa uthe wawagcina embilinini; ziya kuwufanela umlomo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kumnandi xa unawo engqondweni yakho, ube nako ukumana ucaphula kuwo ungathintilizi.