Proverbs 22:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abazityebi nabangamahlwempu bayahlangana; uyehova ungumenzi wabo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziyaqubisana izityebi namahlwempu; Umenzi wabo bonke nguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izityebi namahlwempu bayahlangana: uYehova nguMdali wazo zonke izinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu osisityebi nomntu olihlwempu ikho into ebadibanisayo: kaloku bobabini badalwe nguNdikhoyo.