Proverbs 22:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba akunanto yokuhlaula, kuyinina ukuba akuhlute uku̔ko lwako ngapantsi kwako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe akwaba nanto yakuhlawula, Yini na ukuba athabathe ukhuko lwakho phantsi kwakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe akwaba nanto yakuhlawula, Yini na ukuba athabathe ukhuko lwakho phantsi kwakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku xa ungasenako ukuhlawula uya kuthinjwa wohluthwe nditsho kwanebhedi olala kuyo.