Proverbs 22:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyabona na umntu okuteleyo emsebenzini wake? uya kuma ebusweni bokumkani; akayi kuma ebusweni babamnyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyayibona indoda eyinkunkqele eshishinini layo? Inokuma phambi kokumkani; Ayinakuma phambi kwabantu abangenagama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyambona na umntu okhutheleyo? uya kuma phambi kookumkani; akanakuma phambi kongendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungazibonela ngokwakho: umntu olichule emsebenzini usebenzela ukumkani, akasoze asebenzele abantu abangenagama.