Proverbs 22:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oliso libubele, yena wotanyusanqelwa; ngokuba esipa olihlwempu kwisonka sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oliso linobubele nguye osikelelekayo; Kuba kwisonka sakhe upha isisweli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oliso libanzi uya kusikelelwa; ngokuba unika amahlwempu isonka sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu onezinwe uyathamsanqeleka, kuba kaloku uyawapha amahlwempu kukutya anako.