Proverbs 23:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba umkululi wazo enamandla; yena uya kupikela ityala lazo ngakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umkhululi wazo womelele; Wobambana nawe yena ngobambano lwazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba womelele umsindisi wabo; wobambana nawe yena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uMkhululi wazo unamandla; nguye oya kubambana nawe ngenxa yazo.