Proverbs 23:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngenyaniso kuko umvuzo; netemba lako aliyi kunqunyulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene, kukho ikamva, Nethemba lakho aliyi kunqunyulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba inene, kukho isiphelo; kwaye ithemba lakho aliyi kutshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa usenjenjalo ngenene uya kuba nekamva, nethemba lakho aliyi kunqanyulwa.