Proverbs 23:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungabi pakati kwabaseli beveyine, na pakati kwabo bazinxalayo ngenyama;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuba phakathi kwamasela-wayini, Naphakathi kwamadla-kudla;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuba phantsi kwabasela iwayini; phakathi kwabadla inyama bengxola.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musa ukuvana nabantu abanxilayo; ngokunjalo nabanyolukileyo bacezele.