Proverbs 23:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ingnawokazi isisihogo esinzulu, nenkazana yasemzini ingumnxuma oxineneyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sisihogo esinzulu ihenyukazi, Liqula elimxinwa umfazi wolunye uhlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba sisihogo esinzulu ihenyukazi; kwaye omnye umfazi ngumngxuma omxinwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ihenyukazi ngumhadi onzulu, nomfazi oziphethe kakubi liqula elimxinwa.