Proverbs 23:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, njengokuba ekumbula empefumlweni wake, ukwa njalo: Yidla, usele nokusela, utsho ke kuwe; kanti intliziyo yake ayinawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba njengoko anjalo ocinga yedwa unjalo yena; Uthi kuwe, Yidla usele, Ukanti intliziyo yakhe ayinawe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokokuba elinganisele entliziyweni yakhe, unjengoko athi kuwe, Yidla, sela; kodwa intliziyo yakhe ayikho kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yena ngumntu apha osoloko ebala indleko. Noba angathi: “Yitya, usele,” akathethi loo nto entliziyweni yakhe.