Proverbs 24:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungabi namona ngabantu abangalungileyo, kanjalo ungakanuki ukuba nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukubamonela abantu abanobubi; Ungakunqweneli ukuba uhlale nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukubamonela abantu ababi, ungakunqweneli ukuba uhlale nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musa ukumonela abantu abakhohlakeleyo ngezinto zabo, ungakunqweneli ukuzibandakanya nabo.