Proverbs 24:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba olungileyo esiwa kasixe̔nxe, abuye avuke; kodwa abakohlakeleyo baya kukubekela engozini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ilungisa liwa kasixhenxe, livuke; Ke abangendawo bakhubeka phantsi kwenkxwaleko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ilungisa liwa kasixhenxe lize livuke, kodwa abangendawo baya kuwela ebubini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba angawa kangaphi na umntu olilungisa ubuya avuke; ke zona izikhohlakali zikhubeka zitshabalale.