Proverbs 24:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kubo abamohlwayayo, kwoba mnandi; napezu kwabo kwoza itamsanqa elilungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuba mnandi kwabamohlwayayo; Kubo koza intsikelelo enokulungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banoyolo abo bamohlwayayo, Kubo banoyolo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yena umgwebi omohlwayayo umntu owonileyo uba nentsikelelo kunye nenkqubela.