Proverbs 24:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungabi linqi̔na ngakuye ummelwane wako kungeko tuba; uya kuhanahanisa ngomlomo wako yinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuba lingqina ngommelwane wakho ngaphandle kwesizathu; Ungasuka uthomalalise na nangomlomo wakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuba lingqina ngommelwane wakho ngaphandle kwesizathu; kwaye musani ukukhohliswa zizipaji zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sukuthi kungekho sizathu unike ubungqina obumtshonisayo ummelwane, okanye ukhohlise ngomlomo wakho.