Proverbs 24:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ibe yintwana yobutongo, ibe yintwana yokunqenqa, ibe yintwana yokuxabanisa izandla kuze kulalwe,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithi, Intwana yobuthongo, intwana yokozela, Intwana yokukhwabusha izandla ukuba ndilale:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukulala kancinane, ukozela kancinane, nokusonga iingalo zomntu kancinane, alale.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
xa uthe: “Hayi noko, makhe ndithi qwaka, ndithi ntlithi kancinane, khe ndisonge izandla, ndiphumle,”