Proverbs 25:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Unyawo lwako malungabiko futi endlwini yomhlobo wako; hleze adinwe nguwe, ade akutiye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Malungayi futhi unyawo lwakho endlwini yommelwane wakho, Hleze adikwe nguwe, akuthiye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lususe unyawo lwakho endlwini yommelwane wakho; ukuze angadinwa nguwe aze akucaphukele kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Malungaquqi gqitha unyawo lwakho kwammelwana, hleze akruquke nguwe, akucaphukele.