Proverbs 25:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukudla ubusi obuninzi akulungile; kwa njalo ukuzifunela ubungewalisa, asi bubo ubungewalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukudla ubusi obuninzi akulungile; Ke ukugocagoca izinto ezinzima luzuko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukudla ubusi obuninzi akulungile; ke ngoko, akuhlonipheki ukuba abantu bavavanye isidima sabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukubutya kakhulu ubusi akulunganga; kukwanjalo ukuhlala uzifunela imbeko.