Proverbs 25:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kulungile ukuba kutshiwo kuwe ukuti: Nyukela apa; ngapezu kwokuba utotyelwe ezantsi ebusweni benkosi, ayibonileyo amehlo ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kulungile ukuba kuthiwe kuwe, Nyukela apha, Kunokuba uthotywe phambi kwenene, Alibonileyo amehlo akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kulungile ukuthi, Nyuka apha; Kunokuba uzithobe phambi kwenkosi ebone amehlo akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kubhetele ukuba yena athi: “Nyukela apha,” kunokuba akususe kwindawo yezikhulu amatshawe ebukele.