Proverbs 26:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Omkulu owadala konke, uyaqesha isidenge, uyaqesha nabagqiti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okuninzi kuzala into yonke; Ke wona umvuzo wesinyabi, kwanomvuzi waso, bayadlula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo omkhulu owenza zonke izinto uyabavuza abaziziyatha nabakreqi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu oqesha isidenge okanye nabani na odlulayo akanankathalo, ufana nejoni elidubula nje nabani na.