Proverbs 26:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwawalo amehlo ivila ligqitisile ngobulumko abantu abasixe̔nxe abapendulayo ngengqiqo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ivila lilumkile kwawalo amehlo Kunabasixhenxe abaphendula ngemvo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ikhoboka lizicingela ukuba lilumke kunamadoda asixhenxe akwaziyo ukupha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu olivila usisilumko kwawakhe amehlo; kuye ngathi ungaphezulu nakumadoda asixhenxe akwaziyo ukuphendula ngengqiqo.