Proverbs 27:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UNGAZIQA̔YISELI ngemini yangomso; ngokuba ungazi okuya kuveliswa yimini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuqhayisa ngemini yangomso; Kuba akukwazi okuya kuzalwa yimini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuqhayisa ngengomso; ngokuba ungayazi ukuba iya kuthini na loo mini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musa ukuqhayisa ngengomso, kuba akuyazi loo mini ukuba iya kukuphathela ntoni na.